EPISODE · Mar 1, 2019 · 6 MIN
01 03 2019 07.00
from Umhlobo Wenene FM Indaba / news bulletins · host SABC News and Current Affairs
Eliphambili kwezi ndaba:Iqonga lolawulo labamnyama iBMF lithi bonke abo babandakanyeka kwizityholo zongenelelo lwamaqumrhu abucala kulawulo luka rhulumente mabaphenduliswe. Kodwa noxa kunjalo, lithi linyanzelise iANC ukuba iziqu ezingekho phantsi kwefuthe nezingenabu dlelwane bezopolitiko kuqwalaselwe zona ukuba ziphathe amaqumrhu oshishino ka rhulumente.
Embed this episode
NOW PLAYING
01 03 2019 07.00
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.