EPISODE · Aug 8, 2019 · 5 MIN
08.08.2019 09.00
from Umhlobo Wenene FM Indaba / news bulletins · host SABC News and Current Affairs
Eliphambili kwezi ndaba:Kubanjwe amapolisa asixhenxe ngezityholo zobuqhophololo, nokuba ngumqobo endleleni yobulungisa nezinxulumene nogqogqo oluqhutywe kumbindi weRhawuti izolo. La mapolisa abanjwe kwisikhululo samapolisa iCentral, emva kokubhaqwa ezama ukuthengisela kwakhona abantu abathengisa ngokungekho-mthethweni kula mandla impahla yomgunyathi ngethuba logqogqo.
Embed this episode
NOW PLAYING
08.08.2019 09.00
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.