EPISODE · Feb 14, 2019 · 6 MIN
14 02 2019 14.00
from Umhlobo Wenene FM Indaba / news bulletins · host SABC News and Current Affairs
Eliphambili kwezi ndaba:Imiselwe umvulo weveki ezayo inkqubo yekomishoni ephanda isityholo sokubanjwa kuka rhulumente ngobhongwana ngamaqumrhu abucala. Intloko ye IPID uRobert McBride bekulindeleke ukuba inike ubungqina, kodwa emva kokuba le komishoni ifumanise ukuba uzakudyoba abantu abaninzi kubungqina bakhe, iye yayimisa inkqubo ukuze aba bantu baziswe.
Embed this episode
NOW PLAYING
14 02 2019 14.00
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.