EPISODE · May 19, 2021 · 4 MIN
19.05.2021 11h00
from Umhlobo Wenene FM Indaba / news bulletins · host SABC News and Current Affairs
Kubhubhe abantu abane konzakala ngokumasikizi abahlanu emva kwesiganeko apho abahlali bethathele umthetho ezandleni zabo eHoneydew kwintshona yeRhawuti. Kuthiwa ngabantu abangama-200 bommandla woogobityholo base-Zandspruit abahlasele amakhwenkwana ali-9 abarhanelwa ngokuphanga abantu kula mandla.
Embed this episode
NOW PLAYING
19.05.2021 11h00
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.