EPISODE · Jan 20, 2021 · 5 MIN
20.01.2021 11h00
from Umhlobo Wenene FM Indaba / news bulletins · host SABC News and Current Affairs
Uyalunyukiswa mphulaphuli ukuba eli nqaku lilandelayo lingabaphatha kakubi abo baneentliziyo ezi ethe-ethe kuquka abantwana! Lothukile uluntu lwelali iDudumeni eMbizana kwiMpuma Koloni emva kokubhaqwa komzimba wepolisakazi ujinga kuphahla lwekhaya lalo. Abaziboneleyo bathi bezibotshiwe izandla zalo ngasemva linqunyulwe umqala.
Embed this episode
NOW PLAYING
20.01.2021 11h00
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.