EPISODE · Jun 20, 2019 · 5 MIN
20 06 2019 09.00
from Umhlobo Wenene FM Indaba / news bulletins · host SABC News and Current Affairs
Eliphambili kwezi ndaba:Ngale ntsasa inkundla kamantyi yase-Randburg kumantla eRauti kulindeleke ukuba ichophele iingxoxo zokuvala kwityala lokubulala ngengozi likaDuduzane Zuma. Unyana walowo wayesakuba ngumongameli, ujamelene nezimangalo zokubulala ngaphandle kweenjongo, nokuqhuba ngaphandle kwenkathalo.
Embed this episode
NOW PLAYING
20 06 2019 09.00
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.