EPISODE · Jun 23, 2020 · 7 MIN
23.06.2020 07h00
from Umhlobo Wenene FM Indaba / news bulletins · host SABC News and Current Affairs
Eliphambili kwezi ndaba:Lifikelele ngaphaya kwe 100 thousand inani labantu abosulelwe yi ntsholongwane i Corona kweli lizwe, emva kokuba kosuleleke abantu abayi 4 200 kwezi yure zingama-24 zidlulileyo. Isebe lezempilo kuzwelonke lithi kuphinde kwasweleka abanye abantu sabangama-61 ngenxa yezigulo ezinxulumene nale ntsholongwane ze laya kufikelela kwi 1 991 inani laba bhubhileyo.
Embed this episode
NOW PLAYING
23.06.2020 07h00
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.