EPISODE · Oct 25, 2019 · 5 MIN
25.10.2019 10.00
from Umhlobo Wenene FM Indaba / news bulletins · host SABC News and Current Affairs
Eliphambili kwezi ndaba:Isixeko sase Rjawutini sithi asikafumani sinyanzeliso sentlawulo sisemthethweni emva kokuba kukho abantu abangene ngondlela mnyama kwi network yesi sixeko - uku Hacker ngolwase mzini. Esasixeko sizivale zonke iinkonzo ze Internet kuquka i website, e-services neenkonzo zokuhlawulwa kwamatyala.
Embed this episode
NOW PLAYING
25.10.2019 10.00
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.