EPISODE · Feb 26, 2019 · 6 MIN
26 02 2019 07.00
from Umhlobo Wenene FM Indaba / news bulletins · host SABC News and Current Affairs
Eliphambili kwezi ndaba:Zonke izindlu zowiso mthetho zamaPhondo ne Palamente kazwelonke bekumele sele zichithiwe ngaphambi kosuku lokubhengezwa ngokuse sikweni lomhla wonyulo jikelele luka zwelonke lwanamhlanje. Esi sibhengezo sisesikweni sikwa thetha ukuba abantu abasayi kukwazi ukubhalisela unyulo lomhla wesibhozo kwinyanga ka May.
Embed this episode
NOW PLAYING
26 02 2019 07.00
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.