EPISODE · Aug 21, 2018 · 12 MIN
Dliwano ndlebe no Eastern Cape Wheelchair Basketball
from Khanya Gqiyazana · host Umhlobo Wenene FM
Apha besithetha ne Eastern Cape Wheelchair Basketball besixelela kwakutheni ukuze bayisungule, kwaye nendlela abaqhuba ngayo kakuhle xabekwi Competitions ku National under 23 Girls baze ne Bronze ze abafana beza ne Gold. Ingxaki abahlangabzana nazo kukuthi xabekwi Competitions kufuneka baboleke I Wheelchairs kwabanye kuba ezabo zindlal babezinikwe ngo 2007
Embed this episode
NOW PLAYING
Dliwano ndlebe no Eastern Cape Wheelchair Basketball
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.