Kwezempilo episode artwork

EPISODE · Aug 27, 2018 · 24 MIN

Kwezempilo

from Khanya Gqiyazana · host Umhlobo Wenene FM

besithetha no nurse no makazi womntana oHiv apha bebechaza ibali lokuba lo makazi wamchazela njani umntwana ka sister wakhe, siter yena ongazange ayixelele ifamily ukuba u Hiv positive yade yabonwa ngu brother ka makazi ngoske umnta xa ena 2yrs athi xa ephakamiswa ngu malume athi malume ubuhlungu umzimba xabemjonga unama dyungudyungu. Bamsa eclinic eclinic kwafunyaniswa ukuba u Hiv umntana eyifumne kumama owayengatyi treatment engaxelelanga mntu. Bebefundisa abantu mabenzenjani kwaye banombutho abanawo apho bazakufundisana ngao zonke izifo zabantwana.

Episode metadata supplied by the publisher feed · Published Aug 27, 2018

Embed this episode

NOW PLAYING

Kwezempilo

0:00 24:24

No transcript for this episode yet

We transcribe on demand. Request one and we'll notify you when it's ready — usually under 10 minutes.

No similar episodes found.

No similar podcasts found.

Frequently Asked Questions

How long is this episode of Khanya Gqiyazana?

This episode is 24 minutes long.

When was this Khanya Gqiyazana episode published?

This episode was published on August 27, 2018.

Can I download this Khanya Gqiyazana episode?

Yes. Use the download control on the episode player to save the publisher-provided media file.
URL copied to clipboard!