EPISODE · Nov 7, 2018 · 57 MIN
Masimthuthuzele
from Emfuleni Wothando · host Umhlobo Wenene FM
Usisi otshatileyo obehlutshwa yindoda yakhe imjolela, imbetha since 2014, ngoku usisi incame wamshiya umyeni wakhe but ingxaki yakhe bubudlelwane phakathi kwakhe nefamily yakhe, abukho buhle kuba ngoko ebebethwa ngumyeni, ebebalekela kuyo, kodwa avele abuyele endodeni ifamily engayxelelanga okanye indoda ingaxolisanga. Futhi ke ngoku umyeni akabondli abantwana babo ababini.
Embed this episode
Ready to play
Masimthuthuzele
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.