EPISODE · Dec 4, 2024 · 3 MIN
04 12 2024 NOMONDE
from trufm Current Affairs · host SABC News
Ijelo losasazo iSABC eMpuma Koloni livakalise amazwi ovelwano kusapho lomsasazi ongasekhoyo woMhlobo Wenene FM nomabona kude, uNomonde Vakalisa. UVakalisa uswelekele esibhedlele ngentseni yanamhlanje, emva kokuba ekhe wagula ixesha elide. Ebesaziwa kakhulu ngeenkqubo azibhexeshileyo eziliqela zenkolo kwisikhululo sikanomathotholo. USisipho Ngcumbe uyabalisa...
Embed this episode
NOW PLAYING
04 12 2024 NOMONDE
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.