EPISODE · Jan 8, 2025 · 7 MIN
08 01 2025 INFANT ABANDON
from trufm Current Affairs · host SABC News
Isebe lophuhliso loluntu eMpuma Koloni livakalise inkxalabo ngokwenyuka kwenani lokulahlwa kweemveku kweli phondo. Susela ngoMarch wonyaka ophelileyo, phantse ibe ngabantwana abangamashumi amane abathe balahlwa, nalapho kwisiganeko sakutsha nje, kuqukwa umntwana oneveki ezelwe nofunyenwe efakwe eplastikhini kwibhulorho yaseMdantsane ngaphandle kwaseMonti. Ngoko mthetho, ukulahla umntwana lulwaphulo mthetho, kwaye ubani angabekwa ityala atshutshiswe. Kodwa ukuva banzi ngalo mba, emnxebeni sibambe isithethi sesebe lophuhliso loluntu, uMpumzi Zuzile...
Embed this episode
NOW PLAYING
08 01 2025 INFANT ABANDON
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.