EPISODE · Nov 13, 2024 · 3 MIN
13 11 2024 DISTRICT MODEL
from trufm Current Affairs · host SABC News
FOCUS: Annual District Development Model conference. INTRO: Ukukwazi ukumelana kwaye luhambelane neenguqu kubuchwepheshe, uluntu loMzantsi Afrika ingakumbi ulutsha oluza kuqalisa ukuphangela, kufuneka lukwazi ukuziqhelanisa nehlabathi eliguqukayo, ze lufunde izakhono ezintsha, khon' ukuze lukwazi ukuzixhobisa ngeendlela zokufumana ulwazi oluludingayo kwi-internet, olufana nokuphonononga iinkcukacha namanani, kwanokusebenzisa iinkqubo zekhompyutha. Kukho iimbono ekuye kwabelwana ngazo ngalo mba, kwinkomfa yaminyaka le yenkqubo ebizwa iDistrict Development Model, neqhubayo kwezi ntsuku zimbini zizayo kwiDyunivesiti iNelson Mandela, eGqeberha eMpuma Koloni. USinethemba Witi usenzele le ngxelo...
Embed this episode
NOW PLAYING
13 11 2024 DISTRICT MODEL
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.