EPISODE · Nov 21, 2024 · 9 MIN
21 11 2024 RATE CUT
from trufm Current Affairs · host SABC News
Ikomiti yomgaqo nkqubo wezimali kwibhanka enguvimba, ivumelene ngamxhelo-mnye ukuba ilicuthe nge 25 basis points iqondo lenzala kwimali mboleko, nto leyo ithetha ukuba ngoku limi kwinto engaphezulwana nje kwisixhenxe ekhulwini, 7-point-75 Percent. Irhuluneli yebhanka enguvimba uLesetja Kganyago, ithi lo gama ithande ukuphucuka inkangeleko yoMzantsi Afrika kodwa isengumngeni leyo yehlabathi. Ukusabela ngokuthethwa koku, emnxebeni ngoku sinaye umhlalutyi wemiba yoqoqosho ozimeleyo uGqirha Bonke Dumisa...
Embed this episode
Ready to play
21 11 2024 RATE CUT
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.