EPISODE · Feb 2, 2026 · 7 MIN
30 MINUTES LIVE - Adv Andy Mothibi's appointment as new NDPP challenged
from trufm Current Affairs · host SABC News
Inkampani yamagqwetha i-B Xulu & Partners Incorporated, ibhenele kwinkundla ephakamileyo yaseRhawutini ngelifuna ukuba le nkundla ibekele bucala isigqibo sikaMongameni Cyril Ramaphosa, sokuchonga u-Advocate Andy Mothibi njengentloko entsha yegunya-bantu lezotshutshiso, iNPA. UMothibi nobekhokela icandelo elikhethekileyo lophando iSIU, uchongwe ngumongameli kunyaka ophelileyo ukuba akhokele i-NPA, nanjengoko ixesha lika-Advocate Shamila Batohi kule ofisi lifikelele esiphelweni, emva kweminyaka elishumi exhuzula imikhala. UAyabonga Kekana emnxebeni uncokola nengcali yezomthetho, u-Advocate Asanda Bleki...
Embed this episode
NOW PLAYING
30 MINUTES LIVE - Adv Andy Mothibi's appointment as new NDPP challenged
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.