EPISODE · Nov 14, 2025 · 3 MIN
30 MINUTES LIVE - Senzo Meyiwa murder trial continues
from trufm Current Affairs · host SABC News
Liyaqhuba ityala lokubulawa konozinti weqela lesizwe iBafana Bafana, uSenzo Meyiwa, kwinkundla ephakamileyo esePitoli. Ngaphambili, uJaji Ratha Mokgoatlheng uye wayalela ukuba umtyholwa wesihlanu kweli tyala, uFisokuhle Ntuli, athunyelwe kwiziko lezonyango, khon' ukuze afumane unyango, kulandela ukufika kwakhe emva kwexesha enkundleni kusasa izolo, enxibe iimpahla zamabanjwa, hayi ezakhe, etyhola ngelithi ubethwe ngamadindala kwiziko loluleko iKgosi Mapuru. Ukuva banzi ngalo mba, emnxebeni uAmanda Xhala ubambe intatheli yeli jelo elapho, uPearl Magubane...
Embed this episode
NOW PLAYING
30 MINUTES LIVE - Senzo Meyiwa murder trial continues
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.