EPISODE · Nov 19, 2025 · 7 MIN
30 MINUTES LIVE - Transport costs for residents of low-income households in Johannesburg have reached a crisis point
from trufm Current Affairs · host SABC News
Uphando olwenziwe yi Gauteng City-Region Observatory, lubonisa ukuba iindleko zezothutho kubahlali abomkela imivuzo ephantsi kwisixeko saseRhawutini, zifikelela kumaqondo axhomisa amehlo. Ngokoluphando, abantu abahlala kude kuneendawo abaphangela kuzo basebenzisa umyinge wamashumi amahlanu ekhulwini (50%) wemivuzo yabo kwezothutho, itransport ngolwasemzini. Ingaba kumaphondo abuninzi balo ziilali, afana neMpuma Koloni, imo injani, kwaye iyintoni enokwenziwa ukothula umthwalo kubahlali abathwaxwa ziindleko zokuphila ezixhomileyo? Ukuxoxa banzi ngalo mba, emnxebeni sinengcali kwimiba yezothutho, uLungile Mabece
Embed this episode
Ready to play
30 MINUTES LIVE - Transport costs for residents of low-income households in Johannesburg have reached a crisis point
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.