30 MINUTES LIVE - We analyse the new e-hailing operating regulations by the Transport Department episode artwork

EPISODE · Sep 17, 2025 · 5 MIN

30 MINUTES LIVE - We analyse the new e-hailing operating regulations by the Transport Department

from trufm Current Affairs · host SABC News

Abaqhubi bezithuthi ezibizwa nge e-hailing banikwe iintsuku ezilikhulu elinamashumi asibhozo (180 days) ukuba bathobele imiqathango emitsha elawula le nkonzo. Le miqathango nephantsi komthetho wezothutho ngeendlela, iNational Land Transport Act, iyithatha inkqubo ye E-hailing nje ngothutho lukawonke-wonke olusemthethweni kweli. Oku kuthetha ukuba bonke abaqhubi kufuneka bebhalisele iilayisenisi zokusebenza kumaphondo olithoba eli lizwe, nezizakuthi zivuselelwe qho emva kweminyaka emihlanu. Ukuhlalutya banzi lo mba, emnxebeni sinengcali kumthetho ongqamene nezothutho, uLungile Mabece...

Episode metadata supplied by the publisher feed · Published Sep 17, 2025

Embed this episode

NOW PLAYING

30 MINUTES LIVE - We analyse the new e-hailing operating regulations by the Transport Department

0:00 5:47

No transcript for this episode yet

We transcribe on demand. Request one and we'll notify you when it's ready — usually under 10 minutes.

No similar episodes found.

No similar podcasts found.

Frequently Asked Questions

How long is this episode of trufm Current Affairs?

This episode is 5 minutes long.

When was this trufm Current Affairs episode published?

This episode was published on September 17, 2025.

Can I download this trufm Current Affairs episode?

Yes. Use the download control on the episode player to save the publisher-provided media file.
URL copied to clipboard!