EPISODE · Jan 20, 2026 · 5 MIN
30 MINUTES LIVE - World Economic Forum is underway in Davos
from trufm Current Affairs · host SABC News
Iyaqhuba indibano eliqonga lokunxibelelana kwamazwe, amashishini kunye nabatyali-mali ngeenjongo zokwakha ubudlelane boshishino, ukudalwa kwemisebenzi nophuhliso loqoqosho, iWorld Economic Forum eDavos eSwitzerland. UMzantsi Afrika lelinye lamazwe ayinxalenye yale ndibano kwaye lizakuzithengisa kakuhle nanjengoko liphumile kwi-Greylisting nebibonwa njengomngeni kutyalo-mali kweli. Ukuxoxa banzi ngalo mba, emnxebeni uAyabonga Kekana ubambe ingcali kwimiba yezoqoqosho, uNjingalwazi Bonke Dumisa…
Embed this episode
NOW PLAYING
30 MINUTES LIVE - World Economic Forum is underway in Davos
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.