EPISODE · Apr 16, 2026 · 10 MIN
85 to 95 percent of offenders return to crime and serious questions are being raised about whether that goal is being achieved
from trufm Current Affairs · host SABC News
Kuqikelelwa ukuba ngumyinge ka-85 ukuya ku95% wabophuli-mthetho abaye baphinde bophule umthetho kwakhona emva kokuba bekhululiwe entolongweni, nto leyo exhalabisa kakhulu. Ngoku umbuzo ngowokuba, ingaba amaziko eenkonzo zoluleko awoluleka ngokupheleleyo kusini na amabanjwa? Ezinye izimvo zezokuba ingxaki ikwiinkqubo zoluleko ezingonelanga. Ukushukuxa banzi lomba kwinkqubo yethu sithetha noyingcali kwimiba yolwaphulo-mthetho, ugqirha Thompo Tshivhase
Embed this episode
Ready to play
85 to 95 percent of offenders return to crime and serious questions are being raised about whether that goal is being achieved
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.