EPISODE · Apr 8, 2025 · 4 MIN
A 37-year-old woman in the EC is in hiding after she was brutally attacked
from trufm Current Affairs · host SABC News
Owasetyhini ominyaka ingamashumi amathathu anesixhenxe ubudala eMpuma Koloni, uphila ubomi beNtshontsho, kude kwanyazeleka ukuba azimele emva kokuhlaselwa ngocelemba yindoda ancuma nayo. Ixhoba lityhola ngokuba oku kwenzeke emva kokuba exele iqabane kwiziko leeNkonzo zoluleko, nanjengoko le ndoda ingaphandle kwentolongo ngengqawule. Ngokwengxelo enikezwa ngulo wasetyhini, le ndoda iye yazokuthathwa ngamaDindala; kwaye kurhanelwa ukuba iye yaqhwesha, nalapho iye yabuya yazokuhlasela eli bhinqa. UNomzwanele Mngoma uza nebali elipheleleyo…
Embed this episode
NOW PLAYING
A 37-year-old woman in the EC is in hiding after she was brutally attacked
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.