EPISODE · May 27, 2025 · 4 MIN
Addo locals threatern violence if foreing nationals return
from trufm Current Affairs · host SABC News
Abahlali baseValencia eAddo eMpuma Koloni basothukile ngokubulawa komnye wabo, nekutyholwa ukuba ubulewe ngummi welinye ilizwe. Izenzo zokuziphindezela zikhokhelele ekuswelekeni kwabemi bangaphandle abathathu. Iintlanganiso phakathi komasipala kunye noluntu azikhange zibe yimpumelelo kuba abahlali besithi abafuni abemi bamanye amazwe babuyele kwilali yabo. ULerato Fekisi usenzele le ngxelo....
Embed this episode
NOW PLAYING
Addo locals threatern violence if foreing nationals return
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.