An analysis of ANC's 114th birthday and relevance. episode artwork

EPISODE · Jan 12, 2026 · 52 MIN

An analysis of ANC's 114th birthday and relevance.

from trufm Current Affairs · host SABC News

I-ANC ibibambe umbhiyozo  wokusekwa kwalo mbutho ngonyaka ka-1912, wokubugqiba iminyaka elikhulu elineshumi elinesine wasekwayo. Le mibhiyozo ibibanjelwe eRustenburg eMtla Ntshona, nalapho umongameli we-ANC uCyril Ramaphosa eye wavuma ukusilela kwalo mbutho kwinkqubo yonikezelo lweenkonzo nakulawulo koomasipala abaphantsi kobunkokheli beqela lakhe. Uye wabalula nendlela eli qela elijonge ukuzilungisa lizivuselele ngayo ukulungela unyulo loomasipala oluzakubanjwa kulo nyaka.. Kwintetho yakhe uRamaphosa ubalule imiba ephambili emithandathu nesizakuhlalutya yona apha enkqubeni namhlanje. Ayabonga Kekana uncokola nabahlalutyi bezopolitiko norhulumento, uDr Xolisile Ngumbela kunye noHlumelo Xaba...

Episode metadata supplied by the publisher feed · Published Jan 12, 2026

Embed this episode

NOW PLAYING

An analysis of ANC's 114th birthday and relevance.

0:00 52:31

No transcript for this episode yet

We transcribe on demand. Request one and we'll notify you when it's ready — usually under 10 minutes.

No similar episodes found.

No similar podcasts found.

Frequently Asked Questions

How long is this episode of trufm Current Affairs?

This episode is 52 minutes long.

When was this trufm Current Affairs episode published?

This episode was published on January 12, 2026.

Can I download this trufm Current Affairs episode?

Yes. Use the download control on the episode player to save the publisher-provided media file.
URL copied to clipboard!