EPISODE · Jul 28, 2026 · 4 MIN
BEE-EZAMAFA-27 JULY 2026
from iBrakfesi Eyondlayo Ekuseni · host Umhlobo Wenene FM
uZipho ka Mvubu uphendula imbalelwano yomphulaphuli kwinqaku elithi ezamafa. Umphulaphuli uubhalile wathi, "umama uye wasweleka ngo-2020. Washiya imali yakhe ye-Pension kumtwana wami, nakumu kanye no-cousin bami. Mina no-cousin saya ukuyo-claimer imali sayifumana. Inkinga nguntwana wami oneminyaka engu-16years engingasakhoni ukumbhatalela isi-school fees sakhe. Ngingakwazi uku claimer kwi Pension fund isi-school fees somntwana?"
Embed this episode
Ready to play
BEE-EZAMAFA-27 JULY 2026
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.