EPISODE · Jul 7, 2026 · 5 MIN
BEE-IMALI YAM-06 JULY 2026
from iBrakfesi Eyondlayo Ekuseni · host Umhlobo Wenene FM
uSonwabile Mdondolo uphendula imbalelwano yomphupaphuli nethi, "ndicela nindibuzele kuSonwabile lombuzo wam. Ndineminyaka eyi-57, futhi ndifuna ukuthatha umhlala-phantsi. Ndiyayazi ukuba umntu uyakwazi ukuthatha umhlala-phantsi xa eneminyaka eyi-55. Ndifuna ukukhupha yonke imali yam ekwaGEPF. Imali engahlawulelwa tax yiR550 000. Kodwa isimanga ngoku, kuthiwa andikwazi ukukhupha yonke imali yam ngoku. Yinto yanini lena? Ngoba umyeni wam naye wathatha umhlala-phantsi ngo2021 kodwa abazange bamsokolise yena? Ndicela undicacisele ukuba ingaba ikhona into eyatshintshwayo hlawumbi endingayaziyo?"
Embed this episode
NOW PLAYING
BEE-IMALI YAM-06 JULY 2026
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.