EPISODE · Apr 21, 2026 · 4 MIN
BEE-IMALI YAM NO SONWABILE-20 APRIL 2026
from iBrakfesi Eyondlayo Ekuseni · host Umhlobo Wenene FM
uSonwabile Mdondolo uphendula umbuzo wombuphulaphuli nothi, dine retirement annuity esecaleni kwenye yenkampani ezigcina imali le mali yiR300 000. Ngoku ndifuna ukukhupha lemali ngoba ndina 55. Ndandixelelwe ukuba ndingayikhupha le mali xa ndina 55, kodwa ngoku bathi andikwazi ukuyi khupha, bathi bangandinika iR100 000 khuphela kule mali. Ndingenza njani, ingaba isemthethweni lento yokuba bangafuni ukundinika imali yam? Ndisebenza njengo nurse futhi ndiyayazi xa ndithatha umhlala phantsi ndizoyifumana yonke imali yam kwaGEPF, kutheni yona lenkampani ingafuni undinika imali yam?
Embed this episode
NOW PLAYING
BEE-IMALI YAM NO SONWABILE-20 APRIL 2026
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.