BEE-INGCEBISO NGEMISEBENZI-08 JULY 2026 episode artwork

EPISODE · Jul 8, 2026 · 5 MIN

BEE-INGCEBISO NGEMISEBENZI-08 JULY 2026

from iBrakfesi Eyondlayo Ekuseni · host Umhlobo Wenene FM

uMalathisi Qamngana uphendula imbalelwano yomphulaphuli nethi, "umyeni wam waqeshwa apha eMonti emva kokuba icompany ebeyisebenzela yavalwa kuba yayisithi ayenzi mali ngoDecember 2023.  Ngethamsanqa ngoMarch 2024 wafumana omnye umsebenzi apha eMonti njenge njineli Ngoku, nge1st July ufumene ileta yokudendwa. Ingxaki yethu kukuba ebesazi ukuba kuyadendwa qha igama le njineli belingekho bekuthwe managers kodwa ukhutshiwe. Ndicela ukubuza ukuba singakwazI na ukuya kwi CCMA sibe ne case estrongo ngoba akekho kwiUnion?"

Episode metadata supplied by the publisher feed · Published Jul 8, 2026

Embed this episode

Ready to play

BEE-INGCEBISO NGEMISEBENZI-08 JULY 2026

0:00 5:31

No transcript for this episode yet

We transcribe on demand. Request one and we'll notify you when it's ready — usually under 10 minutes.

No similar episodes found.

No similar podcasts found.

Frequently Asked Questions

How long is this episode of iBrakfesi Eyondlayo Ekuseni?

This episode is 5 minutes long.

When was this iBrakfesi Eyondlayo Ekuseni episode published?

This episode was published on July 8, 2026.

Can I download this iBrakfesi Eyondlayo Ekuseni episode?

Yes. Use the download control on the episode player to save the publisher-provided media file.
URL copied to clipboard!