EPISODE · Apr 9, 2025 · 25 MIN
Billions pumped for school nutrition for EC schools
from trufm Current Affairs · host SABC News
Urhulumente wephondo i Mpuma Koloni ubekele bucala imali engange two billion randi ukujongana nemiba yendlala kubantwana, ukungondleki kunye nokuqinisekisa ukuba bafumana ukutya. Lemingeni ichaphazela amawaka amakhaya angathathi ntweni kweliphondo, noninzi lwawo lunabantwana abahlala bodwa. Ngelixa enikeza intetho yakhe yomgaqo nkqubo kwindlu yowiso mthetho, umphathiswa wesebe lemfundo u Fundile Gade, uthe belisebe babekele bucala imali engange 1.8 bhiliyoni randi kulenkqubo, ngelixa amanye amasebe afana nelezolimo kunye nelemicimbi yezekhaya, nawo ezibophelele ekubekeleni bucala imali kwaku lenkqubo. Ukuncokola banzi ngoku, emnxebeni sinaye umphathiswa wesebe lemfundo apha ephondweni u Fundile Gade
Embed this episode
NOW PLAYING
Billions pumped for school nutrition for EC schools
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.