EPISODE · Oct 3, 2025 · 9 MIN
Constitutional Court has ruled that both parents regardless of gender, sex, colour or circumstances will now be entitled to equal parental leave
from trufm Current Affairs · host SABC News
Inkundla yomgaqo-siseko igwebe ngelithi abazali bobabini banelungelo lokwaba ikhefu lobuzali emva kokuba beye banosana olutsha. Eli khefu nelaziwa ngokuba yi parental leave, ngaphambili belivumela oomama ukuba baxhamle iinyanga ezine kulo xa begqiba kubeleka; ze ootata bona baxhamle iintsuku ezilishumi kuphela. Isigwebo senkundla ngoku sithi abazali bobabini mabohlulelane ngeli khefu phantsi komthetho i-Basic Conditions of Employment Act. Masifumane uhlalutyo ngesi sigwebo kwingcali yezomthetho uAdvocate Dumisani Appolis…
Embed this episode
Ready to play
Constitutional Court has ruled that both parents regardless of gender, sex, colour or circumstances will now be entitled to equal parental leave
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.