EPISODE · Nov 3, 2025 · 7 MIN
Data from the Reuters Institute Report indicate that more people rely on Facebook for news content, compared to any other social media platforms
from trufm Current Affairs · host SABC News
Ingxelo ekhutshwe yi-Reuters Institute, ibonisa ukuba abantu basebenzisa kwaye bathemba iqonga lonxibelelwano u-Facebook ukufumana iingxelo zeendaba kunye nolwazi abaludingayo. Ngumyinge ka-50 percent wabantu abathi bathemba u-Facebook, ngethuba umyinge ka-16 percent wona usithi uthemba iqonga elibizwa ngo-X nowayengu-Twitter. Enye into le ngxelo eyivezileyo kukuba abantu bathemba kakhulu iziqu ezinefuthe kula maqonga nezibizwa ukuba zi-Influencers okanye Content Creators, ngaphezulu kwamaziko avelisa iindaba akulamaqonga onxibelelwano. Ingaba oku kwenziwa yintoni kwaye kunefuthe elinjani kulwazi umntu alufumanayo kula maqonga? UAyabonga Kekana uncokole nengcali kwimiba yezobuchwepheshe, kuquka namaqonga onxibelelwano uSiphumelele Zondi…
Embed this episode
NOW PLAYING
Data from the Reuters Institute Report indicate that more people rely on Facebook for news content, compared to any other social media platforms
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.