EPISODE · Oct 10, 2023 · 11 MIN
Dr. Nkosikhulule Nyembezi
from iBrakfesi Eyondlayo Ekuseni · host Umhlobo Wenene FM
The Statistician-General, Risenga Maluleke, will hand over the Census 2022 report to His Excellency, President Cyril Ramaphosa, in Pretoria, and announce the results of the population and housing count to the country. Noxa kunjalo, basekho abantu abathi khange balifumane ithuba lokundwendwelwa ngabasebenzi be-Census emakhayeni wabo, khon’ukuze nabo babalwe. Ukuncokola ngokubileyo ngendlela esebenza ngayo i-Census, imingeni ejamelene nayo, kunye nokuphosaka kokubalwa kwabanye abantu, masamkele emnxebeni ingcali yethu kwimiba yolonyulo, u-Gqirha Nkosikhulule Nyembezi…
Embed this episode
Ready to play
Dr. Nkosikhulule Nyembezi
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.