EPISODE · Jul 15, 2025 · 7 MIN
Eastern Cape has emerged as the province with the most unpaid invoices older than 30 days
from trufm Current Affairs · host SABC News
Ingxelo ekhutshwe kutshanje, negxile kumba wokuhlawulwa emva kwexesha kwabanikezeli ngeenkonzo ngamaSebe ka rhulumente, ibonisa umbono ombi wokungathotyelwa komgaqonkqubo obizwa iTreasury Regulation 8.2.3 ophantsi kwesolotya 38 (1) yomthetho ongqamene nokulawulwa kwemali karhulumente ka-1999. Iphondo iMpuma Koloni lelinye lamaphondo acatshulwe kule ngxelo nje ngawona enza kakubi kakhulu ekuhlawuleni abanikezeli ngeenkonzo. Yimali engaphaya kwe R4,5 yee-billion zeerandi ebekufanele ukuba eli phondo liyihlawule aba banikezeli ngeenkonzo, kwisithuba eside sadlula nakwiintsuku ezingamashumi amathathu. UAyabonga Kekana uncokole nophuma kwiofisi kangondyebo ephondweni uPhumelele Godongwana...
Embed this episode
NOW PLAYING
Eastern Cape has emerged as the province with the most unpaid invoices older than 30 days
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
Apr 11, 2026 ·16m
Similar Podcasts
No similar podcasts found.