EPISODE · Dec 1, 2025 · 3 MIN
EC Health Department says migration of people from one city to another remains a challenge in keeping HIV affected people on treatment
from trufm Current Affairs · host SABC News
Isebe lezempilo eMpuma Koloni lithi ukufuduka kwabantu besuka kwezinye izixeko besiya kwezinye, kusengumngeni ekuqinisekiseni ukuba abantu abanentsholongwane kagawulayo bafumana amachiza abo ngalolonke ixesha kweli phondo. Eliphondo liphawule usuku oluqwalasela ugawulayo kwihlabathi jikelele, kwaZakhele eGqeberha. Ngokokwengxelo esuka kwelisebe, ngabantu abasondele kwikhulu lamawaka namashumi amane anesibhozo abaphila nale ntsholongwane nabazaziyo, kodwa bengawasebenzisi amachiza okuyithomalalisa. Isebe lithi liphehlelele amaphulo amabini azakugxila ekubeni kungenwe umzi nomzi ukuze kufikelelwe ebantwini abangatyi mayeza. UNtombozuko Balintulo usenzele le ngxelo...
Embed this episode
Ready to play
EC Health Department says migration of people from one city to another remains a challenge in keeping HIV affected people on treatment
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.