FUNERAL POLICIES episode artwork

EPISODE · Apr 28, 2026 · 12 MIN

FUNERAL POLICIES

from trufm Current Affairs · host SABC News

Ngokwengxelo yophando olwenziwe ngu Metropolitan ebambisene ne Bureau of Market Research, akumyinge ka seventy five percent amakhaya oMzantsi Afrika ahlawula oomasingcwabane. Oluphando lubonisa ukuba oku bakwenza kuba besithi yindlela yokonga imali ukulungiselela ixesha elizayo, nangona zikhona ezinye iindlela zokonga imali ezifana nee life cover okanye ii investment policies ezinembuyekezo ebonakala ukodlula leyo yoomasingcwabane.  Namhlanje ke sinenjongo yokwazi umehluko koluhlobo lotyalo mali kunezinye ezikhoyo. Yilonto ke sithe masikrwece ongusoqoqosho ukusikhanyisela banzi ngoku, u Gqirha Mkhuseli Vimba.....

Episode metadata supplied by the publisher feed · Published Apr 28, 2026

Embed this episode

NOW PLAYING

FUNERAL POLICIES

0:00 12:39

No transcript for this episode yet

We transcribe on demand. Request one and we'll notify you when it's ready — usually under 10 minutes.

No similar episodes found.

No similar podcasts found.

Frequently Asked Questions

How long is this episode of trufm Current Affairs?

This episode is 12 minutes long.

When was this trufm Current Affairs episode published?

This episode was published on April 28, 2026.

Can I download this trufm Current Affairs episode?

Yes. Use the download control on the episode player to save the publisher-provided media file.
URL copied to clipboard!