EPISODE · Mar 5, 2025 · 6 MIN
G20 Anti-Corruption Working Group with SIU
from trufm Current Affairs · host SABC News
Abaphathiswa bamazwe ohlukileyo nabajongene nemiba yorhwaphilizo, bangungelene kwiphondo leNtshona Koloni, kwintlanganiso eyaziwa ngeG20 Anti-Corruption Working Group. Umphathiswa wesebe leenkonzo zoluntu nolawulo Inkosi Mzamo Buthelezi, ubambisene necandelo lophando elikhethekileyo kulentlanganiso. Umphathiswa uButhelezi uthi uluntu kufuneka lusebenzisane ukuze urhulumente akwazi ukulwa urhwaphilizo. Kusenjalo, umphathiswa ukwathi banezicwangciso zokukhusela oodiza amahlebo. UAyabonga Kekana ubenodliwano ndlebe nophuma kwiSIU, uKaizer Kganyago.
Embed this episode
NOW PLAYING
G20 Anti-Corruption Working Group with SIU
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.