EPISODE · Nov 4, 2024 · 13 MIN
Government Debt
from trufm Current Affairs · host SABC News
UMphathiswa weSebe lezemali u-Enoch Godongwana, uvakalise ukuba kulindeleke lenyuke liyekuma kwi six-point-three trillion yeeRandi ityala likaRhulumente kunyaka mali ka2025/26. UGodongwana ukuvakalise oku ngethuba esithi thaca uhlahlo lwabiwo-mali lo mbindi wonyaka ePalamente, kwiveki edlulileyo. Eli tyala kulindeleke lenyuke nangona uRhulumente enze iinzame zokulicutha, neziquka ukucuthwa kwenkcitho ngurhulumente. UAyabonga Kekana ube nodliwano ndlebe nengcali yezoqoqosho uNjingalwazi Bonke Dumisa…
Embed this episode
NOW PLAYING
Government Debt
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.