EPISODE · Feb 10, 2025 · 9 MIN
Government of South Africa has noted the Executive Order issued by the US President, Trump
from trufm Current Affairs · host SABC News
Urhulumente woMzantsi Afrika uthi iyaxhalabisa into yokuba isizathu sika mongameli waseMelika, uDonald Trump sokuphelisa inkxaso kwelilizwe, asinasihlahla okanye sisekelezelwe kwiinkcukacha ezingenabunyani, kwaye singathatheli ngqalelo nembali yelilizwe yobukoloniali nengcinezelo. u Amanda Xhala ubambe udliwano ndlebe nosoqoqosho u gqirha Mkhuseli Vimba!
Embed this episode
NOW PLAYING
Government of South Africa has noted the Executive Order issued by the US President, Trump
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.