EPISODE · Dec 6, 2025 · 2 MIN
Interchange-First ever Africa-Europe-Middle East Earthquake Response to take place in Africa wraps in Gqeberha
from trufm Current Affairs · host SABC News
Usekela mphathiswa wesebe lolawulo ngobambiswano nemicimbi yemveli, uPrince Zolile Burns-Ncamashe, ugxininise isidingo sentsebenziswano yehlabathi ukuqinisekisa ukuba amazwe anako ukumelana neentlekele ezinkulu zendalo. Uvakalise oku ngethuba esenza intetho ngosuku lokugqibela lendibano yelizwekazi i Afrika libambisene ne Europe, ebishukuxa amaqhinga okusabela kwiintlekele zendalo( iAfrica-Europe-Middle East Earthquake Response Exercise) eGqeberha kwiphondo iMpuma Koloni. Le ndibano ihlanganise amagosa ajongene nentlekele, amaqela ohlangulo, kunye nemibutho yesisa ephuma kwihlabathi, ukuhlola nokuqinisa uMzantsi Afrika ukuze ubenokulungela ukuqubisana neentlekele ezinkulu zendalo. Masive ngokubanzi kuSisipho Ngcumbe...
Embed this episode
NOW PLAYING
Interchange-First ever Africa-Europe-Middle East Earthquake Response to take place in Africa wraps in Gqeberha
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.