Ithini Na Lento
from Ithini na Lento Hosted by Umhlobo Wenene FM
Kusasa uThandi udlula kuNgxekese esithi usuka kuyo inkosi wazama ukuyicacisela ngemikhuba eyenziwa nguNancy neza kwenza ukuba ekugqibeleni abahlali bathathele umthetho ezandleni zabo – uyavuya uNgxekese ebuza ukuba uye wathini – omnye uthi wothukile xa emqhaqhela zonke izinto ezenziwa nguNancy watsho esithi ebemphathele ne-brandy nto leyo ayithanda kakhulu ummo wakhe
Embed this episode
No transcript yet.
Frequently asked questions
How long is this episode of Ithini na Lento?
This episode is 15 minutes long.
When was this Ithini na Lento episode published?
This episode was published on January 7, 2020.
Can I download this Ithini na Lento episode?
Yes. Use the download control on the episode player to save the publisher-provided media file.