PODCAST · arts
Ithini na Lento
by Umhlobo Wenene FM
This is an Umhlobo Wenene FM serial that runs daily on weekdays.
Episodes
-
Episode 2704
Ithini na Lento
-
Episode 2703
Ithini na Lento
-
Episode 2702
Ithini na Lento
-
Episode 2701
Ithini na Lento
-
Episode 2700
Ithini na Lento
-
Episode 2699
Ithini na Lento
-
Episode 2698
Ithini na Lento
-
Episode 2697
Ithini na Lento
-
Ithini Na Le Nto
Kusasa endleleni eya evenkileni kuhamba uSkhulu noNosiseko – uSkhulu ubuza ukuba eza mpahla zisevenkileni uzithenge ngaliphi ixesha – uyamhleka omnye esithi ukubuya kwakhe kuLwesine ufike ethengise 3 yonke kodwa kukhona ambuza ngoku ukuba uzithenge nini – uyacaphuka uSkhulu uNosiseko abokukhe...
-
Ithini Na Le Nto
Kusasa uThandi uzokuthenga evenkileni efikela kuSkhulu ambuze ukuba uphi uNosiseko kwathengisela yena – omnye umbuza ukuba akanakuthengisela kanti yena – uyahleka uThandi esithi nantsi i-line inde kucacile ukuba akakwazi ukubala makakhulule nezihlangu – uyacaphuka uSkhulu makathenge ahambe
-
Ithini Na Le Nto
Kusasa uThandi uyashwabula uNgxekese akasezi nokuza kuqabula ekuseni ngoku ngenxa yokuba unemali – uTubhanana uthi inoba uthenga edolophini okanye e-Bottle Store ayokuselela endlwini
-
Ithini Na Le Nto
Vuyo to Tamara ongamnakaniyo kuqala ze azazise – omnye uyothuka embuza ukuba ufunani – uVuyo uthi uvile ngoGibson ukuba kube nzima ukuba amnike i-bank account yakhe for ukufakela uLutho imali from uQhinebe
-
Ithini Na Le Nto
Kusasa uSkhulu usa uNosiseko evenkileni badlula ngakwaNgxekese kuxakekiwe ngabakhi benza i-foundation, uyancoma uNosiseko esithi ngathi iza kubankulu le ndlu kaNgxekese ubona nge-foundation yayo.
-
Ithini Na Le Nto
Kusasa uTubhanana unkqonkqoza egumbini likaThandi osalele emvusa ngetshisayo ikofu, ekwamphathele nentyatyambo ebomvu. Ungena sele esithi: ‘Happy Valentine’s day sisi wam!’ Engaqondi omnye uyabuza ukuba kuqhubeka ntoni?
-
Ithini Na Le Nto
Morning phone call from Gibson to Khwetshube ebuza ukuba baqhuba njani uyaqhela na umhomncinci wakhe. Uyahleka uKhwetshube esithi ebengamthembanga laa mfazana kaNdomelele kodwa ngoku uyambona ukuba u-right ubalisa izinto azenzileyo.
-
Ithini Na Lento
Ithini Na Lento
-
Ithini Na Lento
Ithini Na Lento
-
Ithini Na Lento
Kusasa endleleni eya emsebenzini kukhwele emotweni uVuyo noGibson nalapho uVuyo akhumbula ukuba ebekhe wancokola notata wakhe emncoma ngenyathelo lokuxolelana kwakhe noKhwetshube
-
Ithini Na Lento
Kusasa uAkhona ufikela kuNancy noNotiti abathengisela ngaphandle apho esayithini abuze kuNancy ukuba ngubani omnike imvume yokuba athengise apho – omnye umbuza ukuba ifunyanwa phi loo mvume
-
Ithini Na Lento
Kusasa uMqokeleli uyambomba akayithandi into yokungaphangeli ngosuku nje lokuqala evula emsebenzini esuka eholideyini phofu – uNotiti uthi makanxibe kakuhle abonakale ukuba undilisekile – omnye uthi oko kunxiba kakuhle kungamenza akhangeleke ngathi unemali phambi kweMantyi ulunge ngoku anxibe…
more -
Ithini Na Lento
Kusasa kuhleli uKhwetshube kunye noSkhulu endlwini nalapho ambuza khona ukuba uphi uNdomelele – omnye uthi akavumanga ukuza – uSkhulu akakhathali esithi uncedile angezi kuba ebembekele igqudu lakhe esazi ukuba soze angaphumi ecaleni – omnye uthi ufuna iphele lento yabo yokungaxelelani omnye…
more -
Ithini Na Lento
Kusasa uThandi udlula kuNgxekese esithi usuka kuyo inkosi wazama ukuyicacisela ngemikhuba eyenziwa nguNancy neza kwenza ukuba ekugqibeleni abahlali bathathele umthetho ezandleni zabo – uyavuya uNgxekese ebuza ukuba uye wathini – omnye uthi wothukile xa emqhaqhela zonke izinto ezenziwa nguNancy...
-
Ithin Na Lento
Kusasa uAkhona udlula kowabo esithi unentlanganiso noMlungisi – uThandi umbuza ukuba kutheni engezanga kutya naye i-lunch nje izolo – omnye uyamphoxa esithi azokumhleba kwakho – uxakiwe uThandi ukuba uthetha ngantoni
-
Ithini Na Lento
UZuko uyaqhayi, uyise uphilile njengokuba wamsa esibhedlele nje, uyazothusa uThandi ngathi ebengazi UChuma ubalisela unina ngomthandazo, kazi uThandi uza kumvumela na kuphakathi evekini nje. UNolufefe ufuna ukwazi ngenkqubela yooMlamli mayela nokukhangelwa kukaMlungisi, ingaba bayamfumana bethu?
-
Ithini Na Lento
Ubhokile uQhinebe uyayibona eyokvuselelwa kwecawe yena ufuna imali yakhe qha! Kazi iza kuphelela phi le yokuthandazelwa kokubuya esaphila kukaMlungisi Ingaba baza kuvusa elabo ibandla nyani uGibson noVuyo?
-
Ithini Na Lento
Hlala umamele iskhululo sakho
-
Imihlinzo
Hlala umamele iskhululo sakho
-
Inthini Na Lento
This is an Umhlobo Wenene FM serial that runs daily on weekdays.
-
2 Nov
Hlala umamele iskhululo sakho
-
Ithini Na Lento
This is an Umhlobo Wenene FM serial that runs daily on weekdays.
We're indexing this podcast's transcripts for the first time — this can take a minute or two. We'll show results as soon as they're ready.
No matches for "" in this podcast's transcripts.
No topics indexed yet for this podcast.
Loading reviews...
ABOUT THIS SHOW
This is an Umhlobo Wenene FM serial that runs daily on weekdays.
HOSTED BY
Umhlobo Wenene FM
CATEGORIES
Loading similar podcasts...