EPISODE · Apr 8, 2026 · 7 MIN
KuGompo City residentws hold peaceful march over criminal activities
from trufm Current Affairs · host SABC News
Abahlali bakuGompo batyhola amapolisa ngokukhusela abemi base Nigeria ababatyhola ngokuba bathengisa iziyobisi kulangingqi. Isakhiwo esaziwa ngokuba yi California nalapho kutyholwa ngokuba yindawo eyenza neshishina ngeziyobisi, yeyona ndawo lomngcelele ubusingise kuyo, kunyanzeliswa ukuba ivalwe. Oku kuza emva kwesehlo sokubekwa kwalowo kuthiwa yikumkani yama Igbo yase Nigeria kuledolophu nesifumene ugxeko olukhulu. U Abongile Jantjies uyalazi elibali
Embed this episode
NOW PLAYING
KuGompo City residentws hold peaceful march over criminal activities
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.