EPISODE · May 27, 2025 · 8 MIN
Latest on the Addo violence that has left at least 4 people dead and 10 hospitalised
from trufm Current Affairs · host SABC News
Abantu bokufika kweli kummandla waseAddo kwiMpuma Koloni, bathi baxelelwe ngabahlali ukuba bangabuyeli kwilokishi iValencia kuba akukhuselekanga ukwenza oko. Oku kulandela udushe lwangempelaveki phakathi koluntu lwala mmandla nabantu abaphuma ngaphandle kweli, nolushiye abantu abane beswelekile, ze abalishumi bangeniswa esibhedlele. UAyabonga Kekana uncokole nentatheli yeSABC uLerato Fekisi...
Embed this episode
NOW PLAYING
Latest on the Addo violence that has left at least 4 people dead and 10 hospitalised
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.