LIQOUR BOARD ACT episode artwork

EPISODE · Jan 1, 2026 · 1 MIN

LIQOUR BOARD ACT

from trufm Current Affairs · host SABC News

Kuvulwe idokhethi lophando phantsi komthetho iContravention of the National Liquor Act 59 yonyaka ka-2003, kulandela ushicilelo oluye lwathi ndii kumakhasi onxibelelwano nalapho lubonisa abantwana bethe qhiwu iibhotile zotywala, bambi bezisela. Aba bantwana kukholeleka ukuba baphakathi kweminyaka emithathandu nelishumi elinambini ubudala. Eyona nto edale isankxwe ngamandla kukuba ababantwana babonakala oku bekwenza phakathi kwabantu abadala nekungenzeka ukuba abanye ngabazali babo. Emva kwesi sankxwe umphathiswa wesebe lophuhliso loluntu eMpuma Koloni uBukiwe Fanta, uye wathumela oonontlalo-ntle kummandla waseNgqamakhwe apho kukholeleka ukuba oku kwenzeke khona. Kungoku nje uphando lwamapolisa luyaqhuba. Sithe apha enkqubeni masifumane ilizwi eliphuma kwibhodi elawula iindawo zoshishino ngotywala nekwayiyo ethi iwise imithetho ngokusebenza kwezi ndawo apha ephondweni, i-Eastern Cape Liquor Board, uGqirha Mgwebi Msiya…

Episode metadata supplied by the publisher feed · Published Jan 1, 2026

Embed this episode

NOW PLAYING

LIQOUR BOARD ACT

0:00 1:10

No transcript for this episode yet

We transcribe on demand. Request one and we'll notify you when it's ready — usually under 10 minutes.

No similar episodes found.

No similar podcasts found.

Frequently Asked Questions

How long is this episode of trufm Current Affairs?

This episode is 1 minute long.

When was this trufm Current Affairs episode published?

This episode was published on January 1, 2026.

Can I download this trufm Current Affairs episode?

Yes. Use the download control on the episode player to save the publisher-provided media file.
URL copied to clipboard!