EPISODE · Oct 14, 2024 · 6 MIN
MBOWENI LEGACY
from trufm Current Affairs · host SABC News
Uchazwe njengenkokheli ebihlonitshwa, enolwazi olunzulu lwezoqoqosho nolwathi lwabumba imigaqo nkqubo yezoqoqosho kuMzantsi Afrika okhululekileyo, ongasekhoyo uTito Mboweni. U-Mboweni usweleke ngoMgqibelo kwisibhedlele sase Rhawutini emva kokugula ixeshana elifutshane eneminyaka engamashumi amathandathu anesihlanu ubudala. Phakathi kwezikhundla athe wazibamba eburhulumenteni kuquka ukuba yirhuluneli yebhanka enguvimba, sikhundla eso asibambe iminyaka elishumi, wangumphathiswa wezemisebenzi iminyaka emihlanu ze wangumphathiswa wezimali iminyaka emithathu. Ukuncokola ngomqela kaMboweni, emnxebeni sinengcali yezoqoqosho uProf Bonke Dumisa neyayifunda noMboweni edyunivesity
Embed this episode
Ready to play
MBOWENI LEGACY
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.