EPISODE · May 15, 2025 · 7 MIN
More than 80,000 workers lost their jobs in the EC in the first three months of 2025
from trufm Current Affairs · host SABC News
Kulahleke imisebenzi engapha kwamashumi asibhozo amawaka eMpuma Koloni kwiKota yokuqala ka-2025. Oku kuvezwe liziko leenkcukacha-manani, uStats SA, nalapho liveze ukuba iqondo lentswela-ngqesho kwiKota yokuqala eMzantsi Afrika, lenyuke layakuma ku-39.3%. Abantu abatsha eMzantsi Afrika, kuquka nalapha ephondweni, ngabona baninzi abangaphangeliyo. UAyabonga Kekana uncokole nothethela uRhulumente wephondo leMpuma Koloni uKhuselwa Rantjie
Embed this episode
NOW PLAYING
More than 80,000 workers lost their jobs in the EC in the first three months of 2025
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.