NEWS REVIEW SACP episode artwork

EPISODE · Oct 6, 2024 · 49 MIN

NEWS REVIEW SACP

from trufm Current Affairs · host SABC News

Umbutho wamakomanisi, iSACP, kulo nyaka ubhiyozela ikhulu elinesithathu leminyaka wasekwayo.  Kule nyanga, lo mbutho ubamba iphulo laminyaka le elibizwa iRed October.  Phakathi kwezinto eziphambili kweli phulo, kukuqwalasela umba wokuvuselelwa koqoqosho lweli, ngeenjongo zokuveliswa kwezithuba zengqesho, nanjengoko iqondo lentswelangqesho lisaxhome kakhulu kweli.  Lo mbutho ube sematheni kutshanje, ngokubhekiselele kwiimbono zawo ngokusekwa korhulumente wobumbano, iGNU. Ukuxoxa banzi ngalo mba, emnxebeni sinelungu lesigqeba sikazwelonke se-SACP nokwangusihlalo walo mbutho kwiphondo iMpuma Koloni, uMzoleli Mrara...

Episode metadata supplied by the publisher feed · Published Oct 6, 2024

Embed this episode

NOW PLAYING

NEWS REVIEW SACP

0:00 49:14

No transcript for this episode yet

We transcribe on demand. Request one and we'll notify you when it's ready — usually under 10 minutes.

No similar episodes found.

No similar podcasts found.

Frequently Asked Questions

How long is this episode of trufm Current Affairs?

This episode is 49 minutes long.

When was this trufm Current Affairs episode published?

This episode was published on October 6, 2024.

Can I download this trufm Current Affairs episode?

Yes. Use the download control on the episode player to save the publisher-provided media file.
URL copied to clipboard!