EPISODE · Oct 5, 2025 · 47 MIN
NEWS REVIEW - We discuss the recent sexual misconduct allegations that rocked the Eastern Cape schools
from trufm Current Affairs · host SABC News
Ekupheleni kwenyanga esiphuma kuyo, kuye kweerhwelele iindaba ezingentle nalapho ootitshala kwiphondo iMpuma Koloni betyholwa ngokwabelana ngesondo nabantwana besikolo. Ngokoshicilelo lwe-vidiyo obeluthe ndii kumakhasi onxibelelwano, lo mkhwa awuqali ukwenzeka, sele kuyiminyaka, bade abanye abantwana bakhulelwe, bambi bade bayalelwe ngootitshala ukuba bakhuphe ezi zisu. Bakhona ootitshala abade banqunyanyiswa liSebe ephondweni, kulandela ezi zityholo. Ingaba yintoni ebangela ukuba utitshala xa ebona umfundi phambi kwakhe, engaboni umntwana wakhe ekufuneka emkhusele, koko abone umntu anokulala naye okanye anokuthandana naye? Ingaba sisohlwayo esinjani esifanelwe ngumntu onjalo, omosha ikamva lomntwana, ophantsi kokhathalelo lwakhe? Ukuxoxa banzi ngalo mba, emnxebeni uAyabonga Kekana ubambe umphathiswa weSebe lezemfundo kwiphondo, uFundile Gade, kwakunye nonobhala wemanyano yootitshala, iSADTU, kwiphondo, uMalibongwe Ntame...
Embed this episode
NOW PLAYING
NEWS REVIEW - We discuss the recent sexual misconduct allegations that rocked the Eastern Cape schools
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.