EPISODE · Apr 27, 2025 · 47 MIN
NEWS REVIEW - We make sense of the VAT increase reversal announced by Treasury
from trufm Current Affairs · host SABC News
Kwiveki esiphuma kuyo, umphathiswa wemicimbi yezemali, uEnoch Godongwana, ubhengeze iindaba zokurhoxiswa kwesigqibo sokwenyusa irhafu yentengo, iVAT, nebekulindeleke ukuba similiselwa ngomhla wokuqala kwinyanga ezayo. Lo mba wokwenyuswa kwe-VAT uye wadala iintetha, kwaye wawushukumisa kakhulu urhulumente wobumbano, iGNU, bambi bawubona nje ngongahle uphasalake ngenxa yokungaboni ngasonye kwamalungu eGNU ngalo mba. Ingaba ukurhoxiswa kokwenyuswa kweVAT kuthetha ukuthini, kwaye ingubani onokuzingomb' isifuba nje ngoze nolu loyiso? Ukuxoxa banzi ngalo mba, emnxebeni uAyabonga Kekana uhleli nomhlalutyi wezopolitiko nokwayingcali yemiba yorhulumente, uGqirha Nkosikhulule Nyembezi...
Embed this episode
NOW PLAYING
NEWS REVIEW - We make sense of the VAT increase reversal announced by Treasury
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.